Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eGros Islet

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Gros Islet
I-Beausejour Quarters
15 Nov – 13 Dis
Yi$1 173 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Gros Islet
Indawo Yokuqeshisa YaseBay - Kufuphi Nento Yonke
9 Aga – 6 Sep
Yi$2 188 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gros Islet
Iflethi kaRandy #4
30 Aga – 27 Sep
Yi$1 230 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gros Islet
Iphupha leCaribbean 5 (liqinisekisiwe NGECOVID)
28 Dis – 25 Jan
Yi$1 204 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGros Islet

Golden Taste Restaurantbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dukes Placebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Irie Barbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gros Islet Polyclinicbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Trim's National Riding Stablesbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gros Islet Friday Night Street Partybayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.