Iindawo Zokurenta Inyanga eGuatemala City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ciudad de Guatemala
ENTSHA!★GUATEBONITA★CITY APT KUFUPHI NESIKHULULO SEENQWELO-MOYA UMBONO OMKHULU!
30 Jul – 27 Aga
Yi$1 066 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ciudad de Guatemala
Iflethi okanye indlu ekuthiwa yi-Airali Studio
26 Sep – 24 Okt
Yi$1 331 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-576
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Guatemala
Iflethi Uhlobo lwe-Studio Zone 15
18 Jun – 16 Jul
Yi$667 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-145
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ciudad de Guatemala
Apartamento Cómodo y Céntrico
30 Epr – 28 Mey
Yi$1 014 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-22

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGuatemala City

Ciudad Cayalábayi 119 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Oakland Mallbayi 135 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Izoo yeLa Aurorabayi 90 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IRTRA PETAPAbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Naranjo Mallbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centro Comercial Praderabayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.