Iindawo Zokurenta Inyanga eGurugram

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Gurugram
Istudiyo sabucala ❷ @DLF Isigaba-1
11 Epr – 9 Mey
Yi$949 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Gurugram
U5- Iyunithi yegumbi eliyi-1 eliqaqambileyo elinendawo yokuhlala yabucala
28 Epr – 26 Mey
Yi$477 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-50
ISuperhost
Indlu e-Gurugram
Yonke i-1 BHK kufuphi ne-Golf Course Road
10 Nov – 8 Dis
Yi$448 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-116
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Gurugram
Ukubuka igadi iflethi kufutshane neGolf Coarse Road
20 Jul – 17 Aga
Yi$448 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-66

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGurugram

DLF Cyber Hubbayi 89 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imarike ye-Galleriabayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imarike yeHUDAbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Medanta -The Medicitybayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Paras Hospitalsbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Taj City Centre Gurugrambayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. India
  3. Haryana
  4. Gurgaon Division
  5. Gurugram
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga