Iindawo Zokurenta Inyanga eGuwahati

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Guwahati
I-Miran Terrace- iflethi okanye indlu ekwicomplex enegadi
2–30 Jul
Yi$514 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-201
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Guwahati
Alpine Retreat1.0- lovely urbancondowith patio-1BK
26 Mey – 23 Jun
Yi$606 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-139
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Guwahati
Jironi - Picturesque Boho Chic 1BHK+Centre of city
26 Mey – 23 Jun
Yi$785 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Guwahati
~Hill View ~ 2BHK Luxe Apt +Intliziyo yeGuwahati + Road
9 Epr – 7 Mey
Yi$868 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-117

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGuwahati

Iqela leKamakhyabayi 36 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Central Mallbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nehru Parkbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Accolandbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko leSayensibayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gandhi Mandapbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. India
  3. Assam
  4. Guwahati
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga