Iindawo Zokurenta Inyanga eHaridwar

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Rishikesh
★★ IKHITSHI LESIDLO★ SAKUSASA★ LE-WIFI ELIPHOLILEYO
15 Feb – 15 Mat
Yi$343 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Haridwar
I-Sunnyside up Homestay (eyenzelwe intsapho kuphela)
18 Aga – 15 Sep
Yi$565 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-61
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Rishikesh
Ikhaya le-Satvika ~ indawo ethe cwaka ye- sadhana
16 Jan – 15 Feb
Yi$541 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7
ISuperhost
Iflethi e-Rishikesh
B2-Sushma homestay-1BHK iflethi
21 Jan – 18 Feb
Yi$353 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-29

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.