Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eHastings

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi lakho lokulala e-Hastings
Jonis Air bnb
4 Aga – 1 Sep
Yi$1 248 ngenyanga
ISuperhost
I-townhouse e-Hastings
Cheerful 2 bedroom Duplex stay
25 Okt – 22 Nov
Yi$3 659 ngenyanga
ISuperhost
Indlu engasemva e-Ayr
Indlu engasemva epholileyo eyi-2 Br
11 Jan – 8 Feb
Yi$2 669 ngenyanga
ISuperhost
I-loft e-Grand Island
Michelson Lofts located above Kinkaider Brewery
29 Okt – 26 Nov
Yi$2 012 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHastings

Russ’s Market Burlington St. – Hastingsbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Odyssey Downtownbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kitty's Roadhousebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rivals Bar & Grillbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Murphy's Wagon Wheelbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Barrel Barbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.