Iindawo Zokurenta Inyanga eHavana

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Havana
D´Dany. Area of 23rd and 12th
8 Jan – 5 Feb
Yi$501 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Havana
Isebe elizimeleyo. I-Old Havana Rental.
3–31 Mey
Yi$747 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Havana
I-Chic Apartment 23 y Paseo. I-Wi-Fi yasimahla
7 Okt – 4 Nov
Yi$763 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Havana
I-CY516 - Indlu Ezimeleyo Nge-Terrace (i-Wifi).
31 Mat – 28 Epr
Yi$502 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHavana

Old Havanabayi 404 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza De La Revolucionbayi 827 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Havanabayi 461 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hotel Nacional de Cubabayi 552 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Old Town Squarebayi 413 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Maleconbayi 680 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.