Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eHillsboro

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Ifama e-Hillsboro
I-Alpaca Farm kunye neGadi Cottage • Ilizwe Lewayini
7 Mey – 4 Jun
Yi$2 981 ngenyanga
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Hillsboro
Indlu Esemaphandleni Eyakhiwe Ngamaplanga - Ukucoca Okongezelelekileyo Nokunciphisa Iintsholongwane!
13 Mat – 10 Epr
Yi$2 643 ngenyanga
ISuperhost
Ifama e-Hillsboro
I-Alpaca Farm kunye neGadi Studio • Ilizwe Lewayini
6 Mat – 3 Epr
Yi$2 401 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-EPortland
Posh Victorian Apt-Great location (31 day-no tax)
2 Dis – 3 Jan
Yi$2 047 ngenyanga

Fumana Iindawo Eziqeshisayo Zenyanga, Iiflethi Ezinefenitshala, Iindawo Zokuhlala Ixesha Elide Nokungakumbi | uAirbnb

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHillsboro

Topgolfbayi 48 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fred Meyerbayi 28 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Safewaybayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rood Bridge Parkbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ron Tonkin Fieldbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Whole Foods Marketbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.