Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eHo Chi Minh City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ho Chi Minh City
Cozy Service Apartment in District 4
13 Nov – 11 Dis
Yi$433 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Phú Nhuận
Tranquil Q apaz nearby city center | Free laundry.
26 Aga – 23 Sep
Yi$596 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-I-Ho Chi Minh City
Cubicity Hidden House 5D
1–29 Sep
Yi$691 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ho Chi Minh City
Centre, district 1, furnished with kitchenette
8 Mey – 5 Jun
Yi$581 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHo Chi Minh City

Imarike yeBen Thanhbayi 1 702 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Vinhomes Central Parkbayi 51 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bitexco Financial Towerbayi 487 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lotte Martbayi 114 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Palace ye-Independencebayi 1 157 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Le Van Tam Parkbayi 198 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.