Iindawo Zokurenta Inyanga eHoằng Hà

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu eyenziwe ngomhlaba e-Gia Sinh
I-Double Bungalow - Ninh Bình Family Homestay
15 Okt – 12 Nov
Yi$971 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-208
ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Ninh Bình
I-Ninh Binh 's Homestay
10 Mey – 7 Jun
Yi$274 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-68
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Gia Sinh
Indlu enevaranda enesidlo sakusasa esihle
16 Jul – 13 Aga
Yi$492 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-33
ISuperhost
Indlu enevaranda e-Hoa Lư
I-Tam Coc Serene Bungalow (igadi eluhlaza nepuli)
3 Feb – 3 Mat
Yi$525 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-72

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.