Iindawo Zokurenta Inyanga eHöfn

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Hofn
REY Stays - Queen Studio
6 Okt – 3 Nov
Yi$6 580 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-105
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Egilsstaðir
I-Downtown Egilssta Imperir Appartment 1
17 Jan – 14 Feb
Yi$1 998 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-463
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Höfn í Hornafirði
I-Díma Studio Apartments - I-King Studio
1–29 Sep
Yi$9 409 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-232
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-IS
Indlu yam encinci ethandekayo
17 Okt – 14 Nov
Yi$7 417 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHöfn

Pakkhús Restaurantbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hafnarbuðinbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kaffi Horniðbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nettóbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Z Bistrobayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Humarhöfnin Veitingahúsbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.