Iindawo Zokurenta Inyanga eHood River County

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Hood River
Indlu esemaphandleni kweli lizwe
1 Nov – 1 Dis
Yi$2 044 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-563
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Hood River
I-Gill 's Hill
26 Jul – 25 Aga
Yi$1 929 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-555
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hood River
I-Hood River okanye i-Riverfront Timber Fremu Studio Apt
17 Okt – 14 Nov
Yi$2 341 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-701
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Hood River
Indawo Enkulu Ekwintliziyo yaseColumbia Gorge Scenery
23 Mat – 20 Epr
Yi$2 556 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-151

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.