Iindawo Zokurenta Inyanga eHouthalen-Helchteren

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Houthalen-Helchteren
Isitudiyo se-Middle Limburg
28 Aga – 25 Sep
Yi$2 077 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hasselt
I-Appartroom eHasselt
18 Dis – 15 Jan
Yi$1 451 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Genk
Yonwabela intliziyo eluhlaza yaseLimburg kufuphi neBokrijk!
18 Mat – 15 Epr
Yi$1 833 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Houthalen-Helchteren
Iflethi entsha yeholide esembindini weLimburg
27 Nov – 25 Dis
Yi$3 091 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHouthalen-Helchteren

Iphakamisa Molenheidebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Actionbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Labiomistabayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lidlbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kelchterhoef Lakebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Castle Brewery Ter Dolenbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.