Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eHovshaga-Sandsbro

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Tjureda
Indawo yokuhlala yanamhlanje, enomtsalane netofotofo eNykulla
12 Mat – 9 Epr
Yi$2 165 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Växjö
Iflethi ekwicomplex esesixekweni ene-spa, ijimu kunye nophahla
5 Jul – 2 Aga
Yi$846 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Hovshaga-Sandsbro
Indawo ekhethekileyo yokuhlala kufutshane nechibi eSmåland, Växjö.
18 Jan – 15 Feb
Yi$1 955 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Söder-Öster
Indlu yeendwendwe kufutshane embindini weVäxjö
13 Okt – 10 Nov
Yi$1 114 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseHovshaga-Sandsbro

Kronoberg Castle Ruinbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Leo's Leklandbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
ICA Kvantumbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Toftastrand hotell & konditoribayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Evedals bathingbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Evedals värdshusbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.