Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eHowe Strand

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Kilbrittain
I-Padley Eco-Cabin
31 Dis – 28 Jan
Yi$2 032 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-County Cork
Indlu eqaqambileyo, yale mihla nefudumeleyo, enesango labucala
19 Feb – 19 Mat
Yi$2 904 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-155
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-County Cork
Iflethi okanye indlu ekwicomplex kaSam
7 Nov – 5 Dis
Yi$2 842 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Kilbrittain
Indlu esemaphandleni esecaleni kolwandle eWest Cork
4 Okt – 1 Nov
Yi$3 899 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-227

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.