Iindawo Zokurenta Inyanga eHoyle

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Midhurst
I-cosy Annex ekupheleni kweHayshott Common
15 Jan – 12 Feb
Yi$1 757 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-333
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Eastergate
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwicomple
18 Dis – 15 Jan
Yi$1 078 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-152
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Funtington
Idolophana iFuntington B noB - iCartbarn Ilala abantu abayi-5
26 Okt – 23 Nov
Yi$1 512 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-302
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Midhurst
I-TheLodge-Stylish detached studio Midhurst ene-/c
6 Mat – 3 Epr
Yi$2 436 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-215

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.