Iindawo Zokurenta Inyanga eHoysalalu

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Ifama e-Thadakalu
Ibhedi entle eyi-1 Indlu esemaphandleni phakathi kwendalo
3 Jun – 1 Jul
Yi$1 019 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-147
ISuperhost
Ifama e-chikmagalur
"I-NeSt" (Isidlo sakusasa se-Bed n) i-admist coffee plant
24 Mat – 21 Epr
Yi$1 143 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-164
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Bilagola
I-Milan Farm Stay - I-Serene Coffee Plantation Retreat
5 Mey – 2 Jun
Yi$1 115 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-67
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hassan
Ikhaya Elisemagqabini Kwintliziyo kaHana
17 Nov – 15 Dis
Yi$350 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-34

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. India
  3. Karnataka
  4. Hoysalalu
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga