Iindawo Zokurenta Inyanga eHrdějovice

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Ceske Budejovice
Iflethi entle nenendawo evulekileyo enetreyini
24 Mey – 21 Jun
Yi$963 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-260
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ceske Budejovice
I-MyApartment embindini wesixeko 1
12 Feb – 12 Mat
Yi$1 430 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ceske Budejovice
Iflethi okanye indlu ekwicomplex embindini wesixeko
22 Okt – 19 Nov
Yi$1 584 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-265
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Smržov
I-Chatai TRwagen
4 Sep – 2 Okt
Yi$3 747 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-108

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.