Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eIckenham

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu engasemva e-Hertfordshire
Iflethi entle yeStudio kufutshane neHarry Potter Tour
14 Epr – 12 Mey
Yi$1 853 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Denham
Isihlomelo kwindawo ethe cwaka,enamagqabi eDenham kufuphi neHeathrow
2–30 Sep
Yi$2 543 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bourne End
I-Cosy Studio Flat kwi-Thames yasemaphandleni
10 Jan – 7 Feb
Yi$2 124 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ickenham
Iflethi entle entliziyweni ye-Ickenham
17 Okt – 14 Nov
Yi$4 118 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseIckenham

Hillingdon Sports & Leisure Complexbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Swan & Bottlebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Denham Country Parkbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Swallowbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
PANGS 彭城bayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lumbini Restaurantbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.