Iindawo Zokurenta Inyanga eIdabel

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Valliant
I-MzAstor 's 310 E. Mosley St
25 Jan – 22 Feb
Yi$1 734 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-170
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Idabel
Indlu esemaphandleni etofotofo + Zonke izinto ezinokusetyenziswa
31 Mey – 28 Jun
Yi$2 702 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Idabel
Lovely 1-Bed Duplex Apartment + all Amenities
28 Mey – 25 Jun
Yi$2 669 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14
Ithandwa zindwendwe
Ifama e-Idabel
Broken Bow Farmhouse - relaxing country stay
13 Jan – 10 Feb
Yi$2 875 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-15

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.