Iindawo Zokurenta Inyanga eIdsegahuizum

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Bolsward
Ukuhlala kwindawo ekhanyayo kwisikolo sangaphambili esinobisi iBolsward
30 Dis – 27 Jan
Yi$1 607 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-207
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Pietersbierum
Indawo yokuhlala ubusuku bonke e 't Bakhuske
4 Feb – 4 Mat
Yi$1 179 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-376
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Hindeloopen
Isitudiyo esineendawo ezikhethekileyo zokubona i-IJsselmeer
21 Jan – 18 Feb
Yi$2 231 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-200
ISuperhost
Indlu e-Makkum
Indlu esemaphandleni kufuphi nolwandle.
16 Jan – 13 Feb
Yi$5 299 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-224

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.