Iindawo Zokurenta Inyanga eKuusamo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Kuusamo
RUKA! Istudiyo kumathambeka, i-gondola iimitha eziyi-100! #1
14 Epr – 12 Mey
Yi$1 553 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-206
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Kuusamo
Uxolo Nendawo Yokuphola Aurelia 100ylvania, Lapland
9 Okt – 6 Nov
Yi$4 647 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-172
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kuusamo
Iflethi okanye indlu ekwicomplex (i-WiFi yasimahla) eDowntown
19 Jul – 16 Aga
Yi$1 853 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-193
Ithandwa zindwendwe
Indlu enendawo yokuphola e-Kuusamo
★Lakefront Villa Kiviranta w/sauna, Käylä Lapland★
13 Okt – 10 Nov
Yi$1 595 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-41

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.