Iindawo Zokurenta Inyanga eIlha Pelada Grande

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu e-Paraty
Indlu eParaty Atlantic Forest!
20 Nov – 18 Dis
Yi$2 846 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-293
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Paraty
Igumbi elithandekayo elijonge elwandle
17 Epr – 15 Mey
Yi$2 298 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Paraty
I-Casa Porta del Mar
26 Jun – 24 Jul
Yi$3 434 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-254
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Ilha do João Araújo
@ casailhadoaraujo Indlu yakho enembonakalo yolwandle!
23 Sep – 21 Okt
Yi$3 758 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.