Iindawo Zokurenta Inyanga eIlsanseo-gu

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
I-loft e-Ilsandong-gu, Goyang-si
뷰좋은 넓은방/일산의중심지/라페스타/킨텍스/호수공원1분/주엽역5분/정발산역5분
9 Jun – 7 Jul
Yi$1 520 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Goyang-si
지하철1분 | 미드센츄리 1.5룸 | 킨텍스 | 호수공원 | 장기환영
7 Aga – 4 Sep
Yi$1 182 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Goyang-si
킨텍스, 차병원, 국립암센터, 아람누리, MBC 인근 조용한 숙소(무료주차)
14 Jun – 12 Jul
Yi$1 024 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ilsandong-gu, Goyang-si
일산 웨돔 신축, 호텔급(정발산역 5분, 차병원, mbc, 사법연수원, 넷플)
3–31 Mat
Yi$1 188 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseIlsanseo-gu

Ilsan Lake Parkbayi 74 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Heyri Art Villagebayi 41 abantu basekuhlaleni abayincomayo
One Mountbayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
LOTTE Premium Outlet Pajubayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imjingak Pyeonghwa Nuri Parkbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
AquaPlanet ILSANbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.