Iindawo Zokurenta Inyanga eImizu

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kanazawa
I-Wi-Fi mahhala! Imizuzu emi-4 yokuhamba ukuya eKenrokuen!
21 Jun – 19 Jul
Yi$684 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-151
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Toyama-shi
Indlela ye-Alpine Kufuphi neJR Toyama st freewifi kwigumbi ELITOFOTOFO
21 Nov – 19 Dis
Yi$2 659 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-357
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kanazawa
Iindawo ezinembali zaseShiraoya ezineendawo zokuhlala ezibomvu, iigadi ezintle nezindlu zonke
1–29 Jan
Yi$2 057 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-505
ISuperhost
Indlu e-Toyama
【一組限定】貸し切り一軒家 最大6人 無料駐車場 コンビニ近く free Wi-Fi
29 Mey – 26 Jun
Yi$525 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-20

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Japan
  3. Toyama Region
  4. Imizu
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga