Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eImola

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Grizzana
istudiyo esikhulu esizimeleyo
9 Jan – 6 Feb
Yi$552 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Imola
I-Maison Des Roses
26 Jun – 24 Jul
Yi$1 340 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Imola
Appartamento in centro a Imola
3 Jun – 1 Jul
Yi$1 273 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Imola
Iflethi enamagumbi amabini eneebhedi ezintathu nebhedi ekwayisofa.
11 Nov – 9 Dis
Yi$1 551 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseImola

Autodromo Enzo e Dino Ferraribayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Centro Commerciale Leonardobayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
San Domenicobayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ipharki yamanzi amakhwenkwebayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pancake Bonelli Burgersbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chiosco Dolce Vitabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.