Iindawo Zokurenta Inyanga eImpruneta

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Ikhaya leholide e-Impruneta
Indlu entle enendawo entle....
2–30 Dis
Yi$2 520 ngenyanga
ISuperhost
Ikhaya leholide e-Impruneta
Ifama entle eTuscany
28 Dis – 25 Jan
Yi$2 627 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Florence
Indlu yelizwe eFlorence edolophini
27 Aga – 24 Sep
Yi$1 741 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Impruneta
Inqaba encinci yezithandani kwiinduli zaseFlorence
19 Jul – 16 Aga
Yi$3 015 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseImpruneta

Nyxbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ristorante Il Battibeccobayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Basilica di Santa Mariabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Casa Del Popolo Imprunetabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Il Prunetobayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
la loggettinabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.