Iindawo Zokurenta Inyanga eInage Ward

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-千葉市
Imizuzu emi-2 uhamba ngeenyawo ukusuka kwisikhululo!Ukufikelela kakuhle kwisikhululo seenqwelo-moya saseNarita kunye neMakuhuangmes!
17 Okt – 14 Nov
Yi$1 509 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-192
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Edogawa
Tatoo ok! Onsen iminyaka engama-400 yembali【禅】
27 Okt – 24 Nov
Yi$1 593 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hanamigawa-ku, Chiba
D) Yonke Indawo Yokuqeshisa/Ukudluliselwa/Igumbi Lentsapho/Indawo Yokupaka yasimahla
20 Epr – 18 Mey
Yi$1 010 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-43
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Narashino
東京と成田空港の中間 習志野
21 Epr – 19 Mey
Yi$1 061 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-37

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Japan
  3. Chiba Region
  4. Chiba
  5. Inage Ward
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga