Iindawo Zokurenta Inyanga eInverness

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Highland
Iflethi esembindini weSixeko kufutshane neRiver Ness - Ukupaka Kwamahala
22 Nov – 20 Dis
Yi$2 168 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Inverness
I-Riverbank Studio, i-City Centre
18 Jan – 15 Feb
Yi$2 198 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Highland Council
Ibhedi ehlaziyiweyo eyi-1 iflethi - indawo ephakathi enembali
2–30 Nov
Yi$2 383 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Highland Council
I-Riverside Apartment - City Centre - Indawo Yokupaka yasimahla
3–31 Dis
Yi$2 708 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseInverness

Inverness Castlebayi 127 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eden Court Invernessbayi 161 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imarike ye-Victorianbayi 31 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eastgate Shopping Centrebayi 58 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Inverness Museum and Art Gallerybayi 87 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bught Park Pitchesbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.