Iindawo Zokurenta Inyanga eIron River

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Gaastra
"I-Yooper Retreat"
18 Jul – 15 Aga
Yi$2 222 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-136
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Phelps
I-Phelps Seclusion
16 Jan – 13 Feb
Yi$1 316 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-120
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Caspian
Indlu etofotofo kumzila wekhephu kufutshane neenduli zokutyibilika ekhephini
20 Epr – 18 Mey
Yi$1 988 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-63
ISuperhost
Indlu engasemva e-Crystal Falls
I-Runkle Lake Retreat
10 Epr – 8 Mey
Yi$1 205 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-13

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseIron River

Riverside Pizzeriabayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mr T's Family Restaurantbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bigari Ace Hardwarebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Scott's Subsbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Angeli's Central Marketbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kermit's Pizza Pub & Grillbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.