Iindawo Zokurenta Inyanga eTaksim Square, Şehit Muhtar

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Istanbul
Iflethi enembali. ukuya kutsho kweziyi-4 eTaksim
4 Mat – 1 Epr
Yi$1 411 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-171
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cihangir
Indlu Entofontofo Nendlu Ephakathi eCihangir
3 Jun – 1 Jul
Yi$1 449 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-121
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cihangir
Isitudiyo esinoxolo | I-Milda Suite
11 Okt – 8 Nov
Yi$449 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-70
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cihangir
best friends minimalist studio
24 Nov – 22 Dis
Yi$581 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-21

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseTaksim Square, Şehit Muhtar

The Marmara Taksimbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hafiz Mustafabayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Taksim Metro Stationbayi 112 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Espressolabbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Taksim Sütişbayi 145 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kizilkayalarbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.