Iindawo Zokurenta Inyanga eIthaca

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ithaca
Iflethi okanye indlu ekwicomplex elungiswe ngokutsha. Izinto onokuzisebenzisa ezintle!
22 Jul – 19 Aga
Yi$1 877 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-316
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ithaca
I-The Haven: Iflethi Ephangaleleyo Ekwidolophu yaseVictoria
19 Epr – 17 Mey
Yi$2 682 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dryden
Iflethi enkulu embindini weFingerLakes
29 Okt – 26 Nov
Yi$1 963 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-188
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ithaca
Iflethi ekuthiwa yi-East Ithaca kwindlu yelizwe
1–29 Jun
Yi$2 106 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-132

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseIthaca

Ithaca Commonsbayi 156 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cornell Universitybayi 143 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ithaca Farmers Marketbayi 266 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ithaca Falls Natural Areabayi 156 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Stewart Parkbayi 113 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ithaca Fallsbayi 122 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.