Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eJackson

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Wilson
I-Outpost: Raspberry 3712
2–30 Epr
Yi$2 867 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Victor
Indlu encinci kufutshane neTetons
7 Epr – 5 Mey
Yi$1 554 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Saint Anthony
Indlu encinci yezinto zakho ezinokonwatyelwa Ezinkulu!!
18 Okt – 15 Nov
Yi$768 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Jackson
Downtown Jackson Apartment with Snow King Views
24 Jan – 21 Feb
Yi$4 867 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseJackson

Million Dollar Cowboy Barbayi 56 abantu basekuhlaleni abayincomayo
National Elk Refugebayi 34 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jackson Hole Whitewaterbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Barker-Ewing Whitewaterbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dave Hansen Whitewater Tripsbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bubba's Bar-B-Que Restaurantbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.