Iindawo Zokurenta Inyanga eJasper

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Jasper
105 Patricia St - Overlander Suite
15 Mat – 12 Epr
Yi$1 889 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-302
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Jasper
Indawo Yokuhlala Ekwicomplex
16 Okt – 13 Nov
Yi$2 774 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-342
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Jasper
I-Ambling Birch Guest Suite
16 Jan – 13 Feb
Yi$2 896 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-468
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Jasper
I-Geikie Guest House
24 Nov – 22 Dis
Yi$4 153 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-133

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseJasper

Jasper Pizza Placebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jasper Brewing Companybayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bear's Paw Bakerybayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Earls Kitchen + Barbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Raven Bistrobayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kimchi Housebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Canada
  3. Alberta
  4. Jasper
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga