Iindawo Zokurenta Inyanga eJeddah

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Jeddah
(7) Isitudiyo Esinefenitshala Yonke Nebhedi Enkulu
20 Mey – 17 Jun
Yi$1 065 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-199
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Jeddah
03 Iflethi Enefenitshala (Ukuzingenela_ngaphakathi)
9 Jul – 6 Aga
Yi$1 075 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Jeddah
I-Luxury Stylish Suite enophahla i-Terrace
26 Jul – 23 Aga
Yi$1 204 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-15
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Jeddah
MW SUITES - Unit8 (Deluxe Room)
5 Jun – 3 Jul
Yi$1 268 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseJeddah

Red Sea Mallbayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall of Arabiabayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
New Jeddah Cornichebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Khayal Restaurant | مطعم خيالbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Al-Andalus Mallbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aziz Mallbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.