Iindawo Zokurenta Inyanga eJeju-si

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Jeju-si
I-Swiss Village 414 Muren (No.)
13 Epr – 11 Mey
Yi$580 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
ISuperhost
Indlu e-Cheju
모던독채하우스/바다 산책하기좋은집/바다5분/1개월단위임대
18 Mat – 15 Epr
Yi$847 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3
ISuperhost
Indlu e-Jeju-si
I-dorongak_Jeju 's cozy month old house
14 Jul – 11 Aga
Yi$740 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cheju
Jspace_city
8 Mey – 5 Jun
Yi$625 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-20

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseJeju-si

I-Market ye-Traditional ye-Dongmunbayi 104 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hamdeok Beachbayi 85 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Seopjikojibayi 127 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Woljeongri Beachbayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
IYongduam Rockbayi 81 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Hallim Parkbayi 103 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.