Iindawo Zokurenta Inyanga eSouth Jeolla Province

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Mundeok-myeon, Boseong-gun
Hanok Hlala kwindlu endala apho unokuziva unomoya omdala ~ Indlu isasazwa kwi-EBS Architecture *
31 Jul – 28 Aga
Yi$1 054 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-224
ISuperhost
Indlu engasemva e-Jeongeup
Gqibezela indlu phantsi kwentaba # Choncance # Cauldron belly # Impermung # Netflix # Wi-Fi
6 Jul – 3 Aga
Yi$1 879 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-276
Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Suwan-dong, Gwangsan-gu
Indlu ye-Orum 3 * I-Suwan-dong * Isithili saseSuwan * Indawo yokuhlala ethe cwaka (abantu abayi-1 ~ 2)
6 Dis – 3 Jan
Yi$893 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-125
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Yongbong-dong, Buk-gu
Indlu entle kufuphi☆ neYunivesithi yaseJeonnam, kabini + enye!! # Netflix Gwangju Cozy House # 53
1–29 Okt
Yi$555 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-53

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.