Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eJitra

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Indlu e-Jitra
Kri's Homestay
1–29 Aga
Yi$479 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Jitra
I-Tice Ana Homestay
13 Feb – 12 Mat
Yi$1 147 ngenyanga
Indlu e-Jitra
I-Salsa Guesthouse D'Jitra
13 Okt – 10 Nov
Yi$581 ngenyanga
Igumbi lakho lokulala e-Jitra
Kri's Roomstay
28 Mey – 25 Jun
Yi$416 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseJitra

Tasik Darulaman Parkbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restoran Tok Keramatbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Fantasia AquaParkbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Iindawo Zokurenta Inyanga
  3. Malaysia
  4. Kedah
  5. Jitra