Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eJohannesburg South

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Johannesburg
1407: I-Franklin Luxury Condo kunye ne-UPS ye-Wi-Fi
24 Epr – 22 Mey
Yi$897 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Johannesburg
Igalari yeGap eMelville
12 Jul – 9 Aga
Yi$720 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Johannesburg
Isitudiyo esinoxolo nokufikelela lula kwisikhululo seenqwelo-moya i-Ort
9 Epr – 7 Mey
Yi$385 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Johannesburg
Self Catering Penthouse with amazing Views - Sky
26 Jun – 24 Jul
Yi$715 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseJohannesburg South

IStadium yeFNBbayi 36 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-The Glen Shopping Centrebayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mall of the southbayi 38 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Southgate Mallbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Maponya Mallbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Johannesburg Expo Centrebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.