Iindawo Zokurenta Inyanga eJönköping

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu engasemva e-Bankeryd
I-Nivå 84 Loft House enembonakalo entle yechibi
14 Okt – 11 Nov
Yi$2 680 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-758
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Ljungarum
Indlu engasemva etofotofo kufutshane negalufa, edolophini, imiboniso yorhwebo.
30 Sep – 28 Okt
Yi$739 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-5
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Tenhult
Indlu yamaplanga eSmåland idyll, kufuphi namanzi nehlathi
25 Epr – 23 Mey
Yi$523 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Jönköping
Indlu engasemva yale mihla ekufutshane nendalo eBankeryd
26 Jul – 23 Aga
Yi$1 208 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-42

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseJönköping

Elmia Congress & Concert Hallbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Asecsbayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kinnarps Arenabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Maxi ICA Stormarknadbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bada Bing Burgerbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lidlbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.