Iindawo Zokurenta Inyanga eKalbarri

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Kalbarri
I-Cable Cottage Cabin Bed n Breakfast -FREE WIFI
15 Dis – 12 Jan
Yi$1 845 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-266
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Kalbarri
Amaqhina asibhozo, eKalbarri
29 Sep – 27 Okt
Yi$3 836 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-205
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Kalbarri
I-Kalbarri Sunset Cottage
15 Epr – 13 Mey
Yi$3 003 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-185
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Kalbarri
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga yamanzi anetyuwa
1–29 Nov
Yi$3 086 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-221

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKalbarri

The Gorges Cafebayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kalbarri Visitor Centrebayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Finlay's Kalbarribayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gilgai Tavernbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kalbarri Pelican Feedingbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kalbarri Hotelbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.