Iindawo Zokurenta Inyanga eKasaoka

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kurashiki-shi
Isikhululo saseShinkansen, iShinkurashiki Station imizuzu eyi-12 uhamba ngeenyawo, 401
21 Jul – 18 Aga
Yi$721 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-103
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Takamatsu
Ungaqesha indlu yentsapho enye nentsapho yakho.
1–29 Nov
Yi$1 003 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-246
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-倉敷市
indlu yombumbi waseJapan "Wasyugama" 鷲羽窯
13 Jan – 10 Feb
Yi$1 780 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-382
ISuperhost
Indlu e-三豊市詫間町
Fumanisa uShishishima, okhuselwe ngumthi oneminyaka eyi-1200 obizwa ngokuba nguDainan
19 Okt – 16 Nov
Yi$801 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-101

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.