Iindawo Zokurenta Inyanga eKata Beach

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Karon
Ubumfihlo e-Seaaside Haven of Kata Noi
5 Jun – 3 Jul
Yi$2 908 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Tambon Karon
I-Studio Enomtsalane @ Kata, elunxwemeni - 900m
28 Jun – 26 Jul
Yi$656 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-76
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Tambon Rawai
NEW OneBedroom apartment with sea view #304
7 Jun – 5 Jul
Yi$909 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kata
I-Great Mountain View 1 Igumbi lokulala @Kata -900m
17 Sep – 15 Okt
Yi$920 ngenyanga
4.79 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.