Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eKaunas

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kaunas
I-Telegrafas MCM Apt kunye neCathedral View
8 Mey – 5 Jun
Yi$1 150 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-187
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kaunas
Iflethi okanye indlu ekwicomplex eKaunas City Centre
24 Okt – 21 Nov
Yi$853 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-152
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kaunas
Mini studio in Laisvės av.!
3 Jun – 1 Jul
Yi$835 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-6
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kaunas
Brand new apartment at green space near old city
6 Mey – 3 Jun
Yi$1 113 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKaunas

Akropolisbayi 57 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Žalgirio arenabayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
MEGAbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kaunas Castlebayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SAVASbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shopping centre "Urmas"bayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.