Iindawo Zokurenta Inyanga eKhon Kaen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi e-Tambon Nai Mueang
A cozy 1 bed in the heart of KKC
18 Jul – 15 Aga
Yi$925 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tambon Nai Mueang
HMJ1 | Entire Apt on 31st floor | KKC City center
12 Jul – 9 Aga
Yi$834 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-15
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tambon Nai Mueang
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ecaleni kweCent
27 Epr – 25 Mey
Yi$710 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-12
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Tambon Nai Mueang
Ikhaya le-cocoa,《 ikhaya》 le-cacoa, ikhaya lonke
1–29 Mey
Yi$468 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-34

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKhon Kaen

CentralPlaza Khonkaenbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
ร้านแว่นตา@ขอนแก่น HD OPTICALbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aim Oatbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.