Iindawo Zokurenta Inyanga eKinglake West

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Whittlesea
I-Quaker Barn kwicala lelizwe.
10 Jul – 7 Aga
Yi$2 121 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Kinglake Central
I-Smitty & B 's - ilizwe elizolileyo lihlala kwii-acre eziyi-3
21 Okt – 18 Nov
Yi$2 198 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-234
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Glenburn
Indawo enomtsalane yokuphola emahlathini
7 Epr – 5 Mey
Yi$1 602 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-450
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Flowerdale
I-Parrot Hill - Flowerdale, eVictoria
24 Jun – 22 Jul
Yi$2 688 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-195

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKinglake West

Masons Falls Picnic Areabayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Flying Tarts Bakery & Cafebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Wombelano Fallsbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.