Iindawo Zokurenta Inyanga eKing's Norton

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-West Midlands
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga ekhethekileyo eKings Norton
10 Jan – 7 Feb
Yi$1 733 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-259
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-West Midlands
Ukuzifaka eBirmingham Home , indawo yokupaka simahla!
20 Nov – 18 Dis
Yi$2 467 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-240
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-West Midlands
I-Selly Oak Home- iCadbury 's, Uni, QE City
29 Jul – 26 Aga
Yi$2 885 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-210
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Birmingham
Iflethi ethe cwaka yale mihla kufutshane nezibhedlele neYunivesithi
21 Nov – 19 Dis
Yi$2 209 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.