Iindawo Zokurenta Inyanga eKingsey Falls

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Drummondville
The Revolution 4 1/2 Drummondville ixesha elifutshane.
14 Okt – 11 Nov
Yi$1 342 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-157
ISuperhost
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Saint-Lucien
I-La Berge Bleu, itofotofo ngasemanzini. # 298118
30 Okt – 27 Nov
Yi$2 456 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Saint-Georges-de-Windsor
Indawo yokuhlala yasemaphandleni ePier & Marie-France
27 Epr – 25 Mey
Yi$2 278 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-149
Ithandwa zindwendwe
Indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga e-Le Val-Saint-François
Indlu esemaphandleni enomtsalane esechibini - I-WIFI ekhawulezayo ye-WFH
12 Mey – 9 Jun
Yi$2 001 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-86

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.