Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eKingston

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kingston
Waterfront Sanctuary - spacious apartment w car!
24 Jul – 21 Aga
Yi$3 478 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kingston
Intliziyo yaseKingston
6 Jun – 4 Jul
Yi$3 271 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Griffith
Imyuziyam Yeevenkile Zokutyela ZasePalamente
14 Epr – 12 Mey
Yi$3 088 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Kingston
Isakhiwo esikumgangatho ophezulu - i-Kingston foreshore
6 Dis – 3 Jan
Yi$3 244 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKingston

Old Bus Depot Marketsbayi 67 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Brodburgerbayi 41 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Dockbayi 45 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Telopea Parkbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kingston Hotelbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walt & Burleybayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.