Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eKingston

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
I-townhouse e-Kingston
Amanyathelo Evulekileyo Ekwidolophu YaseDowntown Ngeendawo Zokupaka
1–29 Mat
Yi$2 612 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-199
ISuperhost
Indlu e-Kingston
Indlu esemaphandleni enomtsalane enamagumbi okulala ayi-2 edolophini
13 Jul – 10 Aga
Yi$2 644 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-282
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kingston
Cozy & Convenient 2BR w/fireplace in Kingston
24 Jun – 24 Jul
Yi$1 789 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kingston
Iyunithi Yegumbi Lokulala Elinye - Amanyathelo avela kwiQueen 's, KGH
20 Okt – 17 Nov
Yi$1 716 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-209

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseKingston

Fort Henry National Historic Sitebayi 129 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Kingston 1000 Islands Cruisesbayi 46 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Kingston Penitentiarybayi 90 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lake Ontario Parkbayi 37 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Leon's Centrebayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cataraqui Centrebayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.